• Shuffle
    Toggle On
    Toggle Off
  • Alphabetize
    Toggle On
    Toggle Off
  • Front First
    Toggle On
    Toggle Off
  • Both Sides
    Toggle On
    Toggle Off
  • Read
    Toggle On
    Toggle Off
Reading...
Front

Card Range To Study

through

image

Play button

image

Play button

image

Progress

1/92

Click to flip

Use LEFT and RIGHT arrow keys to navigate between flashcards;

Use UP and DOWN arrow keys to flip the card;

H to show hint;

A reads text to speech;

92 Cards in this Set

  • Front
  • Back
Ndixelele
Tell me
wafunda
you learned
kangaka
so
Ndakhulela
I grew up
efama
on a farm
ngaseRhini
near Grahamstown
Ndaqhuba
I continued
ke
then
ngelishwa
unfortunately
-libele
forgotten
into eninzi
a lot
enye into
another thing
ukuba
that
ndisaphazama
I still make mistakes
kodwa
but
ndiyazama
I am trying
noko
in a small way
ayinamsebenzi
it doesn't matter
loo nto
that thing
yokuphazama
of making mistakes
into
the thing
ebalulekileyo
which is important
kukuba
is that
yonke imihla
every day
u|nyanisile
you are right
kufuneka
you must (lit. it's necessary)
xa
whenever
-landela
follow
ukuba
if
umntu
a person
cothisisa
speak slowly
heke
well then
nam
I too
ndiza kuzama
I will try
ukuzekelela
to speak slowly
andithethi
I don't speak
njengoJenny
as Jenny
naye
she also
eMpuma-Koloni
Eastern Cape
yena
as for her
wasifunda
she studied it
naseyunivesithi
and at university
njengonXhosa
like a Xhosa
kangangokuba
so much so
-fundisa
teach
nogku
now
intle loo nto
that's lovely!
abantu baseHolani
the people of Holland, the Dutch
yinyaniso leyo
that's the truth!
Ngelishwa ndilibele into eninzi
Unfortunately I've forgotten a lot.
Ayinamsebenzi loo nto
It doesn't matter
Into ebalulekileyo kukuba uzame.
The important thing is that you try.
Uxolo, andisithethi kakhuhle.
I'm sorry, I don't speak it well.
Ndisithetha kancinci nje.
I speak it just a little.
Ndisafunda
I am still learning
Ndiyazama noko
I am trying in a small way
U|yaqonda?
Do you understand?
U|yandiva?
Do you understand (lit. hear) me?
U|yandilandela?
Do you follow me?
Ndiyaqonda
I understand
Andiqondi
I don't understand
Uxolo, u|thini?
Pardon, what do you say?
Uxolo, u|theni?
Pardon, what did you say?
Nceda u|zekelele
Please speak slowly
Nceda, u|cothisise
Please speak slowly
Phinda kwakhona
Repeat again!
Nceda u|phinde kwakhona
Please repeat again
Nceda u|ndixelele xa ndiphazama
Please tell me when I make mistakes
Yintoni le ngesiXhosa?
What is this in Xhosa?
Yintoni " " ngesiXhosa?
What is " " in Xhosa?
Ithetha ntoni le nto ngesiXhosa?
What does this (thing) mean in Xhosa?
Mna, ndiyahamba ngoku
As for me, I am going now
Thina, siyahamba ngoku
As for us, we are going now
Yena, uJenny wakhulela efama
As for her, Jenny grew up on a farm.
Andifuni kuphunga kofu
I don't want to drink coffee
Ndicela uhlale phantsi
Please sit down
Ndicela amanzi
Please, water
Ndicela u|thethe isiNgesi
Please speak English
Nceda u|zame ukuthetha isiNgesi
Please try to speak English
Nceda ukhumbule
Please remember
Kufuneka ndihambe
I must go
Kushushu
It is hot
Kuthethwa isiNgesi apha
English is spoken here
Wazalwa nini?
When were you born?
Ufuna ntoni?
What do you want?
Ndilandela kakuhle kuba uyacothisisa
I follow well because you are speaking slowly
Ndiyazama ukuthetha isiXhosa, kodwa kunzima
I am trying to speak Xhosa, but it is hard
Ndiyaqonda ukuba umntu u|yacothisisa
I understand if a person speaks slowly
Ndiyazi ukuba ndiyaphazama kakhulu
I know I make a lot of mistakes
Nceda ndilungise xa ndiphazama
Please correct me when I make a mistake
Ubuntu
common human decency
Ndaqhuba ke ngokusifunda esikolweni.
I continued then (to now?) studying it in school.