Study your flashcards anywhere!

Download the official Cram app for free >

  • Shuffle
    Toggle On
    Toggle Off
  • Alphabetize
    Toggle On
    Toggle Off
  • Front First
    Toggle On
    Toggle Off
  • Both Sides
    Toggle On
    Toggle Off
  • Read
    Toggle On
    Toggle Off
Reading...
Front

How to study your flashcards.

Right/Left arrow keys: Navigate between flashcards.right arrow keyleft arrow key

Up/Down arrow keys: Flip the card between the front and back.down keyup key

H key: Show hint (3rd side).h key

A key: Read text to speech.a key

image

Play button

image

Play button

image

Progress

1/64

Click to flip

64 Cards in this Set

  • Front
  • Back
NdinguJenny
I am Jenny
Lo ngunyana wam
This is my son.
UThandi ngugqirha.
Thandi is a doctor.
Ndingumyeni wakhe.
I am her husband.
UDavid ngumfundi.
David is a pupil / student.
UThemba ngumphathi.
Themba is a manager.
Ngumsebenzi onomdla.
It is interesting work.
Abantwana ngabafundi.
The children are pupils.
NgooThamsanqa aba.
These are the Thamsanqas.
Bangamagqwetha.
They are lawyers.
Ndiligqwetha
I am a lawyer
Uligqirha
He is a traditional healer
Ulixhwele
She is a herbalist
Usisithethi sepalamente
She is the speaker of parliament.
Bazizithethi zepalamente
They are speakers of parliament.
Ndiyingcaphephe yezityalo
I am a horticulturalist
Ndiyipersonnel manager
I am a personnel manager
ukuba ngumpathi
to become a manager
ukuphatha
to handle
umphathi
manager
umfundi
student
ukongamela
to rule over
umongameli
president
ukupheka
to cook
umpheki
cook
ukuqhuba
to drive
umqhubi
driver
ukuthunga
to sew
umthungi(kazi)
tailor (seamstress)
ukusebenza
to work
umsebenzi
worker
utitshala
teacher
ootitshala(kazi)
teachers
injingalwazi
professor
iinjingalwazi
professors
umantyi
magistrate
ijoni
soldier
ipolisa
policeman
iitoliki
interpreters
intatheli
journalist
iimbalisi
historians
unobhala
secretary
unogadi
guard
unoncwadi
librarian
unondyebo
treasurer
oonongendi
nuns
unontlalontle
social worker
oonoposi
postman
unosilarha
butcher
unovenkile
shopkeeper
usomashishini
businessman
usompempe
referees
uSomandla
the Almighty
inkosi
chief
inkosikazi
chief's wife, lady, madam, wife
umongikazi
nurse (f)
umnikazi
owner (f)
ilizwe
country
ilizwekazi
continent
umthikazi
big tree
umlambokazi
large river
intabakazi
high mountain
umakazi
maternal aunt
ubawokazi
paternal uncle